

Anathi profile and its contact details have been verified by our experts
Anathi
- Rate R200
- Response 1h

R200/h
1st lesson free
- Xhosa
Indlela le indivuyisa ngayo ndinemincili bendingazi ukuba ndingafundisa ngaphandle kwempepha ulwimilwam ndiyimi ncili
- Xhosa
Lesson location
-
at your home or in a public place : will travel up to 20 km from Cape Town
-
About Anathi
Ndingu mama ndizikhulisela abantwana bam aba thathu ndiyimbokodo engathathi ntwini into xandiyenza ndiyayenzandiyakuthanda ityala nopheka ndinalo uthando nele mbali ndiyapheka kumzi wakupheka eCTICC ndikwaNguyenomhambi wentaba full mountain walking guider kubake ndizithanda izinto zaphandle ndiyi qualified Caregiver kwaye ndine experience kwi housekeeping ne hospitality
About the lesson
- All levels
- English
Languages in which the lesson is available :
English
Zakuthi kuqala izifundo zam ziqale ngempilo ubulisa uxela impilo ubuza naxa ubulisa siye sihloniphe sakuthi nje siqale ngamagama esiwasebenzisa oko ukucele ubuza iyakuthi ixhomekeke kulondawo sikuyo emibu zweni izifundo zam zizakubakho nakwizi lwanyana sithi sihlale nakwi ntsuku zeveki ukuba yimini okanye bubusuku iyakuxhomekeka siye sahamba njeni ngemini sibale nobala
Rates
Rate
- R200
Package rates
- 5h: R1000
- 10h: R2000
free lesson
The free first lesson with Anathi allows you to get to know the tutor and discuss your needs and expectations.
- 1h
Similar Xhosa tutor profiles
Sibulele
Cape Town & online
- R150/h
- 1st lesson free
Yonela
Cape Town & online
- R135/h
- 1st lesson free
Asthandile
Cape Town & online
- R150/h
- 1st lesson free
Asange
Cape Town & online
- R130/h
- 1st lesson free
Sive
Cape Town & online
- R200/h
- 1st lesson free
Zipho
Cape Town & online
- R120/h
- 1st lesson free
Mphathiswa
Cape Town
- R150/h
- 1st lesson free
Wendy Aphiwe
Cape Town & online
- R250/h
- 1st lesson free
Tania
Cape Town & online
- R150/h
- 1st lesson free
Sibongiseni
Cape Town & online
- R130/h
- 1st lesson free
Phumla
Cape Town & online
- R145/h
- 1st lesson free
Anam Millicent
Cape Town & online
- R180/h
- 1st lesson free
Ndumiso
Cape Town & online
- R150/h
- 1st lesson free
Elam
Cape Town
- R150/h
- 1st lesson free
Endinako
Cape Town & online
- R80/h
- 1st lesson free
Lindokuhle
Cape Town & online
- R180/h
- 1st lesson free
Pamela
Cape Town & online
- R130/h
- 1st lesson free
Sandisiwe
Cape Town & online
- R250/h
- 1st lesson free
Zanentsikelelo
Cape Town & online
- R150/h
- 1st lesson free
Mpho
Cape Town & online
- R151/h
- 1st lesson free
-
See Xhosa tutors
